Bawo! ndingumntwana waKho.

Xhosa Hymn 185:

Bawo! Ndingumntwana waKho, Noko ndonileyo;
Ndiya lila phambi kwaKho,
Bawo! Ndixolele.

Iziphoso zam zininzi,
Azinakubalwa;
Noko ndibekise kuWe,
Bawo! Ndixolele.

Imithetho ndiyaphule,
Wena ndakudela;
UmSindisi ndimlahlile,
Bawo! Ndixolele.

Ndone ngako ukuthetha,
Ndone nangeengcinga,
Ndone nangemisebenzi,
Bawo! Ndixolele.

Noko ndibe ndifanele
Ukukubulela;
Ndone ngokukulibala,
Bawo! Ndixolele.

Ngaz’ izoono ezininzi,
Bawo, ndizonele;
Wena ndikuhlazisile,
Bawo! Ndixolele.

UnguThixo onenceba
Engazang’ iphele;
Ngako ndiya lila, ndithi,
Bawo! Ndixolele. Amen.

This entry was posted in Hymn lyrics and tagged , . Bookmark the permalink.

2 Responses to Bawo! ndingumntwana waKho.

  1. fungia says:

    I really cry to you my lord for forgiveness ihave sinned against you so touching may Go bless u.

  2. MATSOBANE SELBY MANAKA says:

    The hymn, lift my spirit. Brings me closer to my God. It makes me emotional, especially when I start to think what kind of a sinner am I. But God doesnt cound my sins, He forgives me every second! Bawo ndixolele, ndingumtwana wakho! Amen, amen, amen! #crying

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s